Marko 9:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Bathi cwaka, kuba endleleni babexoxisana ngokuba ngubani omkhulu.+ Luka 9:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Ngoko bafikelwa yingcinga yokuba ngubani na oya kuba ngoyena mkhulu kubo.+