Isaya 53:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wabandezeleka kakhulu,+ wazivumela waxhwaleka;+ ukanti wayengawuvuli umlomo wakhe. Waziswa kanye njengemvu esiwa ekuxhelweni;+ nanjengemazi yegusha eye yasisimumu phambi kwabachebi bayo, naye wayengawuvuli umlomo wakhe.+ Isaya 53:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa uYehova wayoliswa kukumtyumza;+ wamgulisa.+ Ukuba uya kuwumisa umphefumlo wakhe ube ngumnikelo wetyala,+ uya kuyibona inzala yakhe,+ uya kuyolula imihla yakhe,+ kwaye esandleni sakhe kuya kuphumelela+ oko kuluyolo+ kuYehova. Luka 12:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Eneneni, ndinobhaptizo endimele ndibhaptizwe ngalo, kwaye hayi indlela endibandezeleke ngayo lude lugqitywe!+
7 Wabandezeleka kakhulu,+ wazivumela waxhwaleka;+ ukanti wayengawuvuli umlomo wakhe. Waziswa kanye njengemvu esiwa ekuxhelweni;+ nanjengemazi yegusha eye yasisimumu phambi kwabachebi bayo, naye wayengawuvuli umlomo wakhe.+
10 Kodwa uYehova wayoliswa kukumtyumza;+ wamgulisa.+ Ukuba uya kuwumisa umphefumlo wakhe ube ngumnikelo wetyala,+ uya kuyibona inzala yakhe,+ uya kuyolula imihla yakhe,+ kwaye esandleni sakhe kuya kuphumelela+ oko kuluyolo+ kuYehova.
50 Eneneni, ndinobhaptizo endimele ndibhaptizwe ngalo, kwaye hayi indlela endibandezeleke ngayo lude lugqitywe!+