Mateyu 26:74 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 74 Ngoko waqala ukuqalekisa nokufunga esithi: “Andimazi lo mntu!” Yaye ngoko nangoko umqhagi wakhonya.+ Marko 14:71 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 71 Kodwa waqala ukuqalekisa nokufunga esithi:+ “Andimazi lo mntu nithetha ngaye.”+ Yohane 18:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Noko ke, uPetros wakhanyela kwakhona; waza ngoko nangoko umqhagi wakhonya.+
74 Ngoko waqala ukuqalekisa nokufunga esithi: “Andimazi lo mntu!” Yaye ngoko nangoko umqhagi wakhonya.+