Mateyu 26:64 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 64 UYesu wathi+ kuye: “Nawe utsho.+ Kodwa ndithi kuni, Ukususela ngoku+ niya kumbona uNyana womntu+ ehleli ngakwisandla sasekunene+ samandla, esiza ngamafu ezulu.”+ Marko 14:62 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 62 Wandula ke uYesu wathi: “Ndinguye; yaye niya kumbona uNyana womntu+ ehleli ngakwisandla sasekunene+ samandla, esiza namafu ezulu.”+ IZenzo 2:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ngoko ke ngenxa yokuba waphakanyiselwa ngasekunene kukaThixo+ waza wamkela kuYise+ umoya oyingcwele owawuthenjisiwe, uthulule oku nikubonayo nenikuvayo. IZenzo 7:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Kodwa, ezele ngumoya oyingcwele, wondela ezulwini waza walubona uzuko lukaThixo noYesu emi ngasekunene kukaThixo,+ Roma 8:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngubani na ke oya kugwebela isohlwayo? UKristu Yesu ngulowo wafayo, ewe, enyanisweni lowo wavuswayo kwabafileyo, okwisandla sasekunene+ sikaThixo, nosibongozelayo.+ Kolose 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Noko ke, ukuba navuswa+ kunye noKRISTU, qhubekani nifuna izinto zaphezulu,+ apho ahleli khona uKRISTU ngasekunene kukaThixo.+ Hebhere 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Uyimbonakaliso yozuko lwakhe+ nembonakaliso yoko kanye akuko,+ yaye uthwala zonke izinto ngelizwi lamandla akhe;+ uthe ke akuba ezisulungekisile izono zethu+ wahlala phantsi kwisandla sasekunene+ sobuNgangamsha kwiindawo eziphakamileyo.+
64 UYesu wathi+ kuye: “Nawe utsho.+ Kodwa ndithi kuni, Ukususela ngoku+ niya kumbona uNyana womntu+ ehleli ngakwisandla sasekunene+ samandla, esiza ngamafu ezulu.”+
62 Wandula ke uYesu wathi: “Ndinguye; yaye niya kumbona uNyana womntu+ ehleli ngakwisandla sasekunene+ samandla, esiza namafu ezulu.”+
33 Ngoko ke ngenxa yokuba waphakanyiselwa ngasekunene kukaThixo+ waza wamkela kuYise+ umoya oyingcwele owawuthenjisiwe, uthulule oku nikubonayo nenikuvayo.
55 Kodwa, ezele ngumoya oyingcwele, wondela ezulwini waza walubona uzuko lukaThixo noYesu emi ngasekunene kukaThixo,+
34 Ngubani na ke oya kugwebela isohlwayo? UKristu Yesu ngulowo wafayo, ewe, enyanisweni lowo wavuswayo kwabafileyo, okwisandla sasekunene+ sikaThixo, nosibongozelayo.+
3 Noko ke, ukuba navuswa+ kunye noKRISTU, qhubekani nifuna izinto zaphezulu,+ apho ahleli khona uKRISTU ngasekunene kukaThixo.+
3 Uyimbonakaliso yozuko lwakhe+ nembonakaliso yoko kanye akuko,+ yaye uthwala zonke izinto ngelizwi lamandla akhe;+ uthe ke akuba ezisulungekisile izono zethu+ wahlala phantsi kwisandla sasekunene+ sobuNgangamsha kwiindawo eziphakamileyo.+