Isaya 53:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wayedeliwe yaye ephetshwa ngabantu,+ umntu weentlungu noqheleneyo nesifo.+ Kwaye kwakungathi ngulowo kusitheliswa ubuso bakhe kuthi.+ Wayedeliwe, yaye thina samphatha njengongabalulekanga.+ Luka 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 kodwa wathi: “UNyana womntu umele eve iimbandezelo ezininzi aze agatywe ngamadoda amakhulu nangababingeleli abaziintloko nangababhali, abulawe,+ aze ngomhla wesithathu avuswe.”+
3 Wayedeliwe yaye ephetshwa ngabantu,+ umntu weentlungu noqheleneyo nesifo.+ Kwaye kwakungathi ngulowo kusitheliswa ubuso bakhe kuthi.+ Wayedeliwe, yaye thina samphatha njengongabalulekanga.+
22 kodwa wathi: “UNyana womntu umele eve iimbandezelo ezininzi aze agatywe ngamadoda amakhulu nangababingeleli abaziintloko nangababhali, abulawe,+ aze ngomhla wesithathu avuswe.”+