Marko 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wayedla ngokushumayela, esithi: “Emva kwam kuza uthile owomelele ngakumbi kunam; andikufanelekelanga ukugoba ndize ndikhulule imitya yeembadada zakhe.+ IZenzo 13:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa njengoko uYohane wayezalisekisa ikhondo lakhe, wayeye athi, ‘Niba ndingubani na? Andinguye. Kodwa, khangelani! ukho ozayo emva kwam endingakufanelekelanga ukukhulula iimbadada zeenyawo zakhe.’+
7 Wayedla ngokushumayela, esithi: “Emva kwam kuza uthile owomelele ngakumbi kunam; andikufanelekelanga ukugoba ndize ndikhulule imitya yeembadada zakhe.+
25 Kodwa njengoko uYohane wayezalisekisa ikhondo lakhe, wayeye athi, ‘Niba ndingubani na? Andinguye. Kodwa, khangelani! ukho ozayo emva kwam endingakufanelekelanga ukukhulula iimbadada zeenyawo zakhe.’+