Marko 1:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngoko ingxelo engaye yasasazeka ngoko nangoko kulo lonke ilizwe elijikeleze iGalili.+ Luka 5:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kodwa ilizwi elingaye lalisasazeka ngakumbi, nezihlwele ezikhulu zazibuthelana ndawonye ukuze ziphulaphule nokuze ziphiliswe kwizifo zazo.+
15 Kodwa ilizwi elingaye lalisasazeka ngakumbi, nezihlwele ezikhulu zazibuthelana ndawonye ukuze ziphulaphule nokuze ziphiliswe kwizifo zazo.+