Mateyu 5:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Kwaye ukuba umntu ufuna ukukusa enkundleni ukuze akuhluthe isambatho sakho sangaphantsi, mnike nesangaphezulu;+ 1 Korinte 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngokwenene, ngoko, kuthetha ukoyiswa kwenu ngokupheleleyo ukuba nimangalelane.+ Kutheni kunoko ningaziyekeli nenziwe ububi?+ Kutheni kunoko ningaziyekeli niqhathwe?+
40 Kwaye ukuba umntu ufuna ukukusa enkundleni ukuze akuhluthe isambatho sakho sangaphantsi, mnike nesangaphezulu;+
7 Ngokwenene, ngoko, kuthetha ukoyiswa kwenu ngokupheleleyo ukuba nimangalelane.+ Kutheni kunoko ningaziyekeli nenziwe ububi?+ Kutheni kunoko ningaziyekeli niqhathwe?+