Mateyu 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UYesu wajika waza, emphawula, wathi: “Yomelela, ntombi; ukholo lwakho lukuphilisile.”+ Kwaye ukususela ngelo lixa lomfazi waphila.+ Luka 8:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Kodwa wathi kuye: “Ntombi, ukholo lwakho lukuphilisile;+ hamba ngoxolo.”+ Efese 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Eneneni, ngabo obu bubele bungasifanelanga, niye nasindiswa ngokholo;+ yaye oku akubanga ngenxa yenu,+ kusisipho sikaThixo.+
22 UYesu wajika waza, emphawula, wathi: “Yomelela, ntombi; ukholo lwakho lukuphilisile.”+ Kwaye ukususela ngelo lixa lomfazi waphila.+
8 Eneneni, ngabo obu bubele bungasifanelanga, niye nasindiswa ngokholo;+ yaye oku akubanga ngenxa yenu,+ kusisipho sikaThixo.+