IZenzo 20:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Yaye ngoku ndininikela kuThixo+ nakwilizwi lobubele obungasifanelanga bakhe, lizwi elo linokunakha+ lize lininike ilifa phakathi kwabo bonke abo bangcwalisiweyo.+ 1 Petros 1:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kuba niye nazalwa ngokutsha,+ kungekhona ngembewu enokonakala,+ kodwa ngengenakonakala+ enemveliso,+ ngalo ilizwi+ likaThixo ophilayo nohlala ekho.+
32 Yaye ngoku ndininikela kuThixo+ nakwilizwi lobubele obungasifanelanga bakhe, lizwi elo linokunakha+ lize lininike ilifa phakathi kwabo bonke abo bangcwalisiweyo.+
23 Kuba niye nazalwa ngokutsha,+ kungekhona ngembewu enokonakala,+ kodwa ngengenakonakala+ enemveliso,+ ngalo ilizwi+ likaThixo ophilayo nohlala ekho.+