Mateyu 9:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoxa wayebaxelela ezi zinto, khangela! umlawuli+ othile owayesondele waqubuda kuye,+ esithi: “Kungokunje intombi yam imele ukuba ifile;+ kodwa yiza uyibeke isandla yaye iya kubuyela ebomini.”+ Marko 5:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 lambongoza izihlandlo ezininzi, lisithi: “Intombi yam encinane ikwimeko emandundu. Unganceda uze uyibeke izandla+ ukuze ichache ize iphile.”+
18 Ngoxa wayebaxelela ezi zinto, khangela! umlawuli+ othile owayesondele waqubuda kuye,+ esithi: “Kungokunje intombi yam imele ukuba ifile;+ kodwa yiza uyibeke isandla yaye iya kubuyela ebomini.”+
23 lambongoza izihlandlo ezininzi, lisithi: “Intombi yam encinane ikwimeko emandundu. Unganceda uze uyibeke izandla+ ukuze ichache ize iphile.”+