Mateyu 6:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala ubukumkani nobulungisa+ bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziya kongezelelwa kuni.+ Yohane 6:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Sebenzelani, kungekhona ukutya okutshabalalayo,+ kodwa ukutya okuhlala kuse ebomini obungunaphakade,+ aya kuninika kona uNyana womntu; kuba uBawo, uThixo kanye, ubeke kuye lo itywina lakhe lenkoliseko.”+
33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala ubukumkani nobulungisa+ bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziya kongezelelwa kuni.+
27 Sebenzelani, kungekhona ukutya okutshabalalayo,+ kodwa ukutya okuhlala kuse ebomini obungunaphakade,+ aya kuninika kona uNyana womntu; kuba uBawo, uThixo kanye, ubeke kuye lo itywina lakhe lenkoliseko.”+