Marko 9:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 UYohane wathi kuye: “Mfundisi, sibone mntu uthile ekhupha iidemon esebenzisa igama lakho saza sazama ukumthintela,+ ngenxa yokuba ebengapheleki thina.”+ Luka 9:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 UYohane wasabela ngokuthi: “Myaleli, sibone mntu uthile ekhupha iidemon+ esebenzisa igama lakho saza sazama ukumthintela,+ kuba akakulandeli kunye nathi.”+
38 UYohane wathi kuye: “Mfundisi, sibone mntu uthile ekhupha iidemon esebenzisa igama lakho saza sazama ukumthintela,+ ngenxa yokuba ebengapheleki thina.”+
49 UYohane wasabela ngokuthi: “Myaleli, sibone mntu uthile ekhupha iidemon+ esebenzisa igama lakho saza sazama ukumthintela,+ kuba akakulandeli kunye nathi.”+