Mateyu 5:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Abantu balumeka isibane baze basibeke, kungekhona phantsi kwengobozi yokulinganisa,+ kodwa phezu kwesiphatho sezibane, sikhanyisele bonke abasendlwini. Marko 4:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yaye waqhubeka wathi kubo: “Isibane asiziswa ukuze sibekwe phantsi kwengobozi yokulinganisa okanye phantsi komandlalo, andibi kunjalo? Siziswa ukuze sibekwe phezu kwesiphatho sezibane, akunjalo?+ Luka 8:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Akukho bani, othi emva kokulumeka isibane, asigqubuthele ngesitya okanye asibeke phantsi komandlalo, kodwa usibeka kwisiphatho sezibane, ukuze abo bangenayo babone ukukhanya.+
15 Abantu balumeka isibane baze basibeke, kungekhona phantsi kwengobozi yokulinganisa,+ kodwa phezu kwesiphatho sezibane, sikhanyisele bonke abasendlwini.
21 Yaye waqhubeka wathi kubo: “Isibane asiziswa ukuze sibekwe phantsi kwengobozi yokulinganisa okanye phantsi komandlalo, andibi kunjalo? Siziswa ukuze sibekwe phezu kwesiphatho sezibane, akunjalo?+
16 “Akukho bani, othi emva kokulumeka isibane, asigqubuthele ngesitya okanye asibeke phantsi komandlalo, kodwa usibeka kwisiphatho sezibane, ukuze abo bangenayo babone ukukhanya.+