Yohane 13:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kwakungqendeve ngaphambi kwesifuba sikaYesu omnye wabafundi bakhe, yaye uYesu wayemthanda.+ Yohane 19:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngoko ke uYesu, ebona unina nomfundi lowo wayemthanda+ bemi khona apho, wathi kunina: “Mfazi, khawubone! Unyana wakho!” Yohane 21:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Lo ngulo mfundi+ unikela ubungqina ngezi zinto nowazibhalayo ezi zinto, yaye siyazi ukuba ubungqina abunikelayo buyinyaniso.+
26 Ngoko ke uYesu, ebona unina nomfundi lowo wayemthanda+ bemi khona apho, wathi kunina: “Mfazi, khawubone! Unyana wakho!”
24 Lo ngulo mfundi+ unikela ubungqina ngezi zinto nowazibhalayo ezi zinto, yaye siyazi ukuba ubungqina abunikelayo buyinyaniso.+