Mateyu 28:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko uYesu wathi kubo: “Musani ukuba noloyiko! Hambani, niye kuxela kubazalwana bam,+ ukuze bahambe baye eGalili; yaye baya kundibona apho.” Luka 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 YayinguMariya Magadala, noYowana,+ noMariya unina kaYakobi. Kanjalo, nabanye abafazi+ ababekunye nabo babebaxelela abapostile ezi zinto.
10 Ngoko uYesu wathi kubo: “Musani ukuba noloyiko! Hambani, niye kuxela kubazalwana bam,+ ukuze bahambe baye eGalili; yaye baya kundibona apho.”
10 YayinguMariya Magadala, noYowana,+ noMariya unina kaYakobi. Kanjalo, nabanye abafazi+ ababekunye nabo babebaxelela abapostile ezi zinto.