Isaya 61:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 61 Umoya weNkosi enguMongami uYehova uphezu kwam,+ ngenxa yokuba uYehova undithambisele+ ukushumayela iindaba ezilungileyo kwabalulamileyo.+ Undithumele ukubopha abantliziyo zaphukileyo,+ ukubhengeza inkululeko kwabo bathinjweyo+ nokuvulwa kwamehlo amabanjwa;+ Yohane 5:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kodwa ndinobungqina obukhulu ngakumbi kunobo bukaYohane, kuba yona kanye imisebenzi uBawo andabele ukuba ndiyifeze, misebenzi leyo ngokwayo endiyenzayo,+ inikela ubungqina ngam bokuba uBawo undithumile.
61 Umoya weNkosi enguMongami uYehova uphezu kwam,+ ngenxa yokuba uYehova undithambisele+ ukushumayela iindaba ezilungileyo kwabalulamileyo.+ Undithumele ukubopha abantliziyo zaphukileyo,+ ukubhengeza inkululeko kwabo bathinjweyo+ nokuvulwa kwamehlo amabanjwa;+
36 Kodwa ndinobungqina obukhulu ngakumbi kunobo bukaYohane, kuba yona kanye imisebenzi uBawo andabele ukuba ndiyifeze, misebenzi leyo ngokwayo endiyenzayo,+ inikela ubungqina ngam bokuba uBawo undithumile.