Isaya 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba sizalelwe umntwana,+ sinikwe unyana;+ yaye ukuphatha njengenkosana kuya kuba segxalabeni lakhe.+ Igama lakhe liya kubizwa ngokuba nguMcebisi Omangalisayo,+ uThixo Onamandla,+ uBawo ongunaPhakade,+ iNkosana yoXolo.+ Yohane 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Akukho mntu umbonileyo uThixo nangaliphi na ixesha;+ uthixo+ okuphela kozelweyo osesifubeni+ kuYise ngulowo umcacisileyo.+ Yohane 10:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ukuba wababiza ngokuthi ‘oothixo’+ abo leza nxamnye nabo ilizwi likaThixo, yaye iSibhalo asinakuphuthiswa,+ Filipi 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 owathi, nangona wayekubume bukaThixo,+ akacinga ngokurhwaphiliza, ukuze azenze alingane noThixo.+
6 Kuba sizalelwe umntwana,+ sinikwe unyana;+ yaye ukuphatha njengenkosana kuya kuba segxalabeni lakhe.+ Igama lakhe liya kubizwa ngokuba nguMcebisi Omangalisayo,+ uThixo Onamandla,+ uBawo ongunaPhakade,+ iNkosana yoXolo.+
18 Akukho mntu umbonileyo uThixo nangaliphi na ixesha;+ uthixo+ okuphela kozelweyo osesifubeni+ kuYise ngulowo umcacisileyo.+
35 Ukuba wababiza ngokuthi ‘oothixo’+ abo leza nxamnye nabo ilizwi likaThixo, yaye iSibhalo asinakuphuthiswa,+