Yohane 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngaphezu koko, akukho mntu unyukele ezulwini+ ngaphandle kwalowo wehla evela ezulwini,+ uNyana womntu.+ Yohane 8:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko wathi kuwo: “Nina nivela kummandla ongezantsi; mna ndivela kummandla ongaphezulu.+ Nina nivela kweli hlabathi;+ mna andiveli kweli hlabathi.+ Yohane 8:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Wathi uYesu kuwo: “Ukuba uThixo ebenguYihlo, ngenindithanda,+ kuba ndilapha+ nje ndiphuma kuThixo. Andizizelanga ngokwam, kodwa ndithunywe Nguye.+
13 Ngaphezu koko, akukho mntu unyukele ezulwini+ ngaphandle kwalowo wehla evela ezulwini,+ uNyana womntu.+
23 Ngoko wathi kuwo: “Nina nivela kummandla ongezantsi; mna ndivela kummandla ongaphezulu.+ Nina nivela kweli hlabathi;+ mna andiveli kweli hlabathi.+
42 Wathi uYesu kuwo: “Ukuba uThixo ebenguYihlo, ngenindithanda,+ kuba ndilapha+ nje ndiphuma kuThixo. Andizizelanga ngokwam, kodwa ndithunywe Nguye.+