Yohane 15:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kanye njengoko uBawo endithandile nam+ ndinithandile, hlalani eluthandweni lwam. Yohane 17:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndicelela bona; andiceleli ihlabathi,+ kodwa abo undinike bona; ngenxa yokuba ngabakho, Galati 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ndibethelelwe kunye noKristu.+ Ayisendim ophilayo,+ kodwa nguKristu ophila ngokumanyene nam.+ Eneneni, ubomi endibuphilayo ngoku enyameni ndibuphila+ ngokholo kuNyana kaThixo, owandithandayo waza wazinikela ngenxa yam.+ Efese 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 nize niqhubeke nihamba eluthandweni,+ kanye njengokuba noKRISTU wanithandayo+ waza wazinikela ngenxa yenu njengomnikelo+ nombingelelo wevumba elimnandi kuThixo.+ 1 Yohane 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Uthando+ silubone kwinto yokuba yena wanikela umphefumlo wakhe ngenxa yethu;+ ngoko ke nathi simele sinikele imiphefumlo yethu ngenxa yabazalwana bethu.+
20 Ndibethelelwe kunye noKristu.+ Ayisendim ophilayo,+ kodwa nguKristu ophila ngokumanyene nam.+ Eneneni, ubomi endibuphilayo ngoku enyameni ndibuphila+ ngokholo kuNyana kaThixo, owandithandayo waza wazinikela ngenxa yam.+
2 nize niqhubeke nihamba eluthandweni,+ kanye njengokuba noKRISTU wanithandayo+ waza wazinikela ngenxa yenu njengomnikelo+ nombingelelo wevumba elimnandi kuThixo.+
16 Uthando+ silubone kwinto yokuba yena wanikela umphefumlo wakhe ngenxa yethu;+ ngoko ke nathi simele sinikele imiphefumlo yethu ngenxa yabazalwana bethu.+