Yeremiya 50:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bonke abo babafumanayo babadle babagqiba,+ yaye iintshaba zabo zithe,+ ‘Asiyi kuba natyala,+ ngenxa yokuba bamonile uYehova indawo yokuhlala yobulungisa+ nethemba lookhokho babo,+ uYehova.’” Roma 3:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 ukuze abonise ubulungisa+ bakhe ngeli xesha langoku, ukuze abe lilungisa kwanaxa emvakalisa elilungisa+ umntu okholwayo kuYesu.
7 Bonke abo babafumanayo babadle babagqiba,+ yaye iintshaba zabo zithe,+ ‘Asiyi kuba natyala,+ ngenxa yokuba bamonile uYehova indawo yokuhlala yobulungisa+ nethemba lookhokho babo,+ uYehova.’”
26 ukuze abonise ubulungisa+ bakhe ngeli xesha langoku, ukuze abe lilungisa kwanaxa emvakalisa elilungisa+ umntu okholwayo kuYesu.