2 Korinte 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba asifuni ningazi, bazalwana, ngembandezelo esaba nayo kwisithili saseAsiya,+ ukuba sasikwingcinezelo engaphaya kwamandla ethu, kangangokuba sasingaqinisekanga kwanangobomi bethu.+
8 Kuba asifuni ningazi, bazalwana, ngembandezelo esaba nayo kwisithili saseAsiya,+ ukuba sasikwingcinezelo engaphaya kwamandla ethu, kangangokuba sasingaqinisekanga kwanangobomi bethu.+