1 Korinte 15:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba ndingoyena mncinane+ kubapostile, yaye andikufanelekelanga ukubizwa ngokuba ngumpostile, ngenxa yokuba ndalitshutshisa+ ibandla likaThixo. 1 Tesalonika 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Besingafuni kuzukiswa ngabantu,+ nokuba nini okanye abanye, nakuba ke kambe besinako ukuba luxanduva+ oluziindleko njengoko singabapostile bakaKristu. 1 Petros 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 ningabi ziinkosi+ phezu kwabo balilifa likaThixo,+ kodwa yibani yimizekelo emhlambini.+
9 Kuba ndingoyena mncinane+ kubapostile, yaye andikufanelekelanga ukubizwa ngokuba ngumpostile, ngenxa yokuba ndalitshutshisa+ ibandla likaThixo.
6 Besingafuni kuzukiswa ngabantu,+ nokuba nini okanye abanye, nakuba ke kambe besinako ukuba luxanduva+ oluziindleko njengoko singabapostile bakaKristu.