Mateyu 26:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 kuba oku kuthetha+ ‘igazi+ lam lomnqophiso,’+ eliza kuphalala ngenxa yabaninzi+ ukuze kuxolelwe izono.+ Yohane 6:54 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 54 Lowo utya inyama yam aze asele igazi lam unobomi obungunaphakade, yaye ndiya kumvusa+ ngomhla wokugqibela; 1 Yohane 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Noko ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengoko yena ngokwakhe esekukhanyeni,+ soba sinokwabelana omnye nomnye,+ lithi negazi+ likaYesu uNyana wakhe lisihlambulule+ kuso sonke isono.+
28 kuba oku kuthetha+ ‘igazi+ lam lomnqophiso,’+ eliza kuphalala ngenxa yabaninzi+ ukuze kuxolelwe izono.+
54 Lowo utya inyama yam aze asele igazi lam unobomi obungunaphakade, yaye ndiya kumvusa+ ngomhla wokugqibela;
7 Noko ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengoko yena ngokwakhe esekukhanyeni,+ soba sinokwabelana omnye nomnye,+ lithi negazi+ likaYesu uNyana wakhe lisihlambulule+ kuso sonke isono.+