Luka 23:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kodwa loo nkitha yabo iphela yadanduluka, isithi: “Msuse lo,+ usikhululele uBharabhas!”+ Yohane 19:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Noko ke, akhwaza esithi: “Msuse! Msuse! Mbethelele!” UPilato wathi kuwo: “Ndimbethelele na ukumkani wenu?” Ababingeleli abaziintloko baphendula bathi: “Asinakumkani ngaphandle kukaKesare.”+ IZenzo 22:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ke kaloku bahlala bemphulaphule kwada kwesa kweli lizwi, yaye baphakamisa amazwi abo, besithi: “Msuseni emhlabeni umntu onje, kuba wayengakufanelanga ukuphila!”+
15 Noko ke, akhwaza esithi: “Msuse! Msuse! Mbethelele!” UPilato wathi kuwo: “Ndimbethelele na ukumkani wenu?” Ababingeleli abaziintloko baphendula bathi: “Asinakumkani ngaphandle kukaKesare.”+
22 Ke kaloku bahlala bemphulaphule kwada kwesa kweli lizwi, yaye baphakamisa amazwi abo, besithi: “Msuseni emhlabeni umntu onje, kuba wayengakufanelanga ukuphila!”+