IZenzo 18:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kodwa ukuba ziimbambano ezingentetho namagama+ nomthetho+ phakathi kwenu, nimele nizibonele ngokwenu. Andinqweneli ukuba ngumgwebi wezi zinto.” IZenzo 24:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba sifumene le ndoda ingumfo olizothe,+ ixhokonxa iziphendu+ phakathi kwawo onke amaYuda kuwo wonke umhlaba omiweyo yaye iyinkokeli eyintloko yehlelo lamaNazarete,+ IZenzo 25:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Basuka nje baphikisana nayo ngokuphathelele unqulo+ lwabo lwesithixo nangokuphathelele uYesu othile owayefile kodwa lowo uPawulos ami ngelithi uyaphila.+
15 Kodwa ukuba ziimbambano ezingentetho namagama+ nomthetho+ phakathi kwenu, nimele nizibonele ngokwenu. Andinqweneli ukuba ngumgwebi wezi zinto.”
5 Kuba sifumene le ndoda ingumfo olizothe,+ ixhokonxa iziphendu+ phakathi kwawo onke amaYuda kuwo wonke umhlaba omiweyo yaye iyinkokeli eyintloko yehlelo lamaNazarete,+
19 Basuka nje baphikisana nayo ngokuphathelele unqulo+ lwabo lwesithixo nangokuphathelele uYesu othile owayefile kodwa lowo uPawulos ami ngelithi uyaphila.+