IZenzo 24:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kodwa, kwakudlula iminyaka emibini, uFeliks walandelwa nguPorkiyo Festo; yaye ngenxa yokuba uFeliks wayefuna ukukholeka+ kumaYuda, wamshiya uPawulos ebotshiwe.
27 Kodwa, kwakudlula iminyaka emibini, uFeliks walandelwa nguPorkiyo Festo; yaye ngenxa yokuba uFeliks wayefuna ukukholeka+ kumaYuda, wamshiya uPawulos ebotshiwe.