Isaya 35:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Isiqhwala siya kutsiba njengexhama,+ nolwimi lwesimumu luya kumemelela ngochulumanco.+ Kuba kuya kumpompoza amanzi entlango, nemisinga kwithafa eliyinkqantosi.
6 Isiqhwala siya kutsiba njengexhama,+ nolwimi lwesimumu luya kumemelela ngochulumanco.+ Kuba kuya kumpompoza amanzi entlango, nemisinga kwithafa eliyinkqantosi.