Mateyu 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Uya kuzala unyana, uze umbize ngokuba nguYesu+ igama lakhe, kuba uya kusindisa+ abantu+ bakowabo ezonweni zabo.”+ IZenzo 10:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Kuye bonke abaprofeti banikela ubungqina,+ bokuba wonk’ ubani okholwayo kuye ufumana uxolelo lwezono ngegama lakhe.”+ Filipi 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngenxa kanye yesi sizathu uThixo wamphakamisela kwisigxina esongamileyo+ waza ngobubele wamnika igama elingaphezu kwawo onke amanye amagama,+
21 Uya kuzala unyana, uze umbize ngokuba nguYesu+ igama lakhe, kuba uya kusindisa+ abantu+ bakowabo ezonweni zabo.”+
43 Kuye bonke abaprofeti banikela ubungqina,+ bokuba wonk’ ubani okholwayo kuye ufumana uxolelo lwezono ngegama lakhe.”+
9 Ngenxa kanye yesi sizathu uThixo wamphakamisela kwisigxina esongamileyo+ waza ngobubele wamnika igama elingaphezu kwawo onke amanye amagama,+