Mateyu 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Uya kuzala unyana, uze umbize ngokuba nguYesu+ igama lakhe, kuba uya kusindisa+ abantu+ bakowabo ezonweni zabo.”+ Hebhere 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba kwakufanelekile ukuba lowo zibekho ngenxa yakhe zonke izinto+ nezibekho ngaye zonke izinto, ekuziseni oonyana abaninzi eluzukweni,+ enze uMmeli Oyintloko+ wosindiso lwabo agqibelele ngazo iimbandezelo.+
21 Uya kuzala unyana, uze umbize ngokuba nguYesu+ igama lakhe, kuba uya kusindisa+ abantu+ bakowabo ezonweni zabo.”+
10 Kuba kwakufanelekile ukuba lowo zibekho ngenxa yakhe zonke izinto+ nezibekho ngaye zonke izinto, ekuziseni oonyana abaninzi eluzukweni,+ enze uMmeli Oyintloko+ wosindiso lwabo agqibelele ngazo iimbandezelo.+