32 Babona ke abantu ukuba lide eli xesha uMoses engade ehle entabeni.+ Baza ke abantu bahlanganisana ndawonye kuAron, bathi kuye: “Sukuma, usenzele uthixo oya kuhamba phambi kwethu,+ kuba lo Moses, le ndoda yasikhuphayo ezweni laseYiputa,+ ngokuqinisekileyo asazi ukuba kwenzeke ntoni kuye.”