IZenzo 22:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ke kaloku abantu ababenam+ bakubona, eneneni, ukukhanya kodwa abalivanga ilizwi lalowo ebethetha kum.+ IZenzo 26:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 ndabona emini emaqanda endleleni, kumkani, ukukhanya okungaphaya kokuqaqamba kwelanga kuvela ezulwini kubengezela ngeenxa zonke kum nakwabo babehamba nam.+
9 Ke kaloku abantu ababenam+ bakubona, eneneni, ukukhanya kodwa abalivanga ilizwi lalowo ebethetha kum.+
13 ndabona emini emaqanda endleleni, kumkani, ukukhanya okungaphaya kokuqaqamba kwelanga kuvela ezulwini kubengezela ngeenxa zonke kum nakwabo babehamba nam.+