IZenzo 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, uPetros wathi: “Isilivere negolide andinayo, kodwa oko ndinako ndikunika kona:+ Egameni likaYesu Kristu umNazarete,+ hamba!”+ IZenzo 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 makwazeke kuni nonke nakubo bonke abantu bakwaSirayeli, ukuba egameni likaYesu Kristu umNazarete,+ enambethelelayo+ kodwa uThixo wamvusa kwabafileyo,+ kungaye lo athe lo mntu wema apha phambi kwenu ephilile.
6 Noko ke, uPetros wathi: “Isilivere negolide andinayo, kodwa oko ndinako ndikunika kona:+ Egameni likaYesu Kristu umNazarete,+ hamba!”+
10 makwazeke kuni nonke nakubo bonke abantu bakwaSirayeli, ukuba egameni likaYesu Kristu umNazarete,+ enambethelelayo+ kodwa uThixo wamvusa kwabafileyo,+ kungaye lo athe lo mntu wema apha phambi kwenu ephilile.