IZenzo 27:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ke kaloku njengoko kwakugqitywe kwelokuba sinduluke ngesikhephe siye eItali,+ baqala ukunikela uPawulos namanye amabanjwa athile kwigosa lomkhosi eligama linguYuliyo webutho lika-Agasto.
27 Ke kaloku njengoko kwakugqitywe kwelokuba sinduluke ngesikhephe siye eItali,+ baqala ukunikela uPawulos namanye amabanjwa athile kwigosa lomkhosi eligama linguYuliyo webutho lika-Agasto.