Mateyu 28:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Hambani ke ngoko niye kubenza abafundi+ abantu beentlanga zonke,+ nibabhaptiza+ egameni loYise+ neloNyana+ nelomoya oyingcwele,+ IZenzo 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kodwa niya kwamkela amandla+ xa umoya oyingcwele ufika kuni, yaye niya kuba ngamangqina+ am eYerusalem+ nakulo lonke elakwaYuda naseSamariya+ kude kuse nakwezona nxalenye zikude zomhlaba.”+
19 Hambani ke ngoko niye kubenza abafundi+ abantu beentlanga zonke,+ nibabhaptiza+ egameni loYise+ neloNyana+ nelomoya oyingcwele,+
8 kodwa niya kwamkela amandla+ xa umoya oyingcwele ufika kuni, yaye niya kuba ngamangqina+ am eYerusalem+ nakulo lonke elakwaYuda naseSamariya+ kude kuse nakwezona nxalenye zikude zomhlaba.”+