Luka 1:66 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 66 kwaye bonke abo bevayo bakuphawula oku ezintliziyweni zabo,+ besithi: “Ngokwenene uya kuba yintoni na lo mntwana uselula?” Kuba eneneni isandla+ sikaYehova sasinaye.
66 kwaye bonke abo bevayo bakuphawula oku ezintliziyweni zabo,+ besithi: “Ngokwenene uya kuba yintoni na lo mntwana uselula?” Kuba eneneni isandla+ sikaYehova sasinaye.