Eksodus 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Ngoko ke yithi koonyana bakaSirayeli, ‘NdinguYehova, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kunikhupha phantsi koxanduva lwamaYiputa ndize ndinihlangule ebukhobokeni bawo,+ yaye ndiya kunihlangula ngokwenene ngengalo eyoluliweyo nangezigwebo ezikhulu.+ Eksodus 14:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngako oko uYehova wayiyeka yaba lukhuni intliziyo kaFaro ukumkani waseYiputa,+ waza wabasukela oonyana bakaSirayeli, nakuba oonyana bakaSirayeli babephume ngesandla esiphakamileyo.+ Duteronomi 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+
6 “Ngoko ke yithi koonyana bakaSirayeli, ‘NdinguYehova, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kunikhupha phantsi koxanduva lwamaYiputa ndize ndinihlangule ebukhobokeni bawo,+ yaye ndiya kunihlangula ngokwenene ngengalo eyoluliweyo nangezigwebo ezikhulu.+
8 Ngako oko uYehova wayiyeka yaba lukhuni intliziyo kaFaro ukumkani waseYiputa,+ waza wabasukela oonyana bakaSirayeli, nakuba oonyana bakaSirayeli babephume ngesandla esiphakamileyo.+
6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+