15 Ngoko bonke abantu baya eGiligali, baza apho bamenza ukumkani uSawule phambi koYehova eGiligali. Bandula ke benza imibingelelo yobudlelane apho phambi koYehova,+ yaye apho uSawule nawo onke amadoda akwaSirayeli baqhubeka benemihlali ngomlinganiselo omkhulu.+