IZenzo 11:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Xa wafikayo waza wabubona ububele obungasifanelanga+ bukaThixo, waba nemihlali+ waza wabakhuthaza bonke ukuba baqhubeke eNkosini ngokusuk’ entliziyweni;+
23 Xa wafikayo waza wabubona ububele obungasifanelanga+ bukaThixo, waba nemihlali+ waza wabakhuthaza bonke ukuba baqhubeke eNkosini ngokusuk’ entliziyweni;+