Luka 24:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Waza wathi kubo: “Ziphi na izinto?” Bathi kuye: “Izinto eziphathelele uYesu umNazarete,+ owaba ngumprofeti+ onamandla ngomsebenzi nelizwi phambi koThixo nabo bonke abantu; Yohane 5:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kodwa ndinobungqina obukhulu ngakumbi kunobo bukaYohane, kuba yona kanye imisebenzi uBawo andabele ukuba ndiyifeze, misebenzi leyo ngokwayo endiyenzayo,+ inikela ubungqina ngam bokuba uBawo undithumile.
19 Waza wathi kubo: “Ziphi na izinto?” Bathi kuye: “Izinto eziphathelele uYesu umNazarete,+ owaba ngumprofeti+ onamandla ngomsebenzi nelizwi phambi koThixo nabo bonke abantu;
36 Kodwa ndinobungqina obukhulu ngakumbi kunobo bukaYohane, kuba yona kanye imisebenzi uBawo andabele ukuba ndiyifeze, misebenzi leyo ngokwayo endiyenzayo,+ inikela ubungqina ngam bokuba uBawo undithumile.