IZenzo 18:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Emva kwexesha elithile elapho wemka waya kwiindawo ngeendawo etyhutyha ilizwe laseGalati+ naseFrigiya,+ ebomeleza+ bonke abafundi. Galati 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa niyazi ukuba kwakungenxa yokugula kwam endathi ndavakalisa iindaba ezilungileyo kuni okwesihlandlo sokuqala.+
23 Emva kwexesha elithile elapho wemka waya kwiindawo ngeendawo etyhutyha ilizwe laseGalati+ naseFrigiya,+ ebomeleza+ bonke abafundi.
13 Kodwa niyazi ukuba kwakungenxa yokugula kwam endathi ndavakalisa iindaba ezilungileyo kuni okwesihlandlo sokuqala.+