IZenzo 9:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 yaye ngoko nangoko kwizindlu zesikhungu waqalisa ukushumayela ngoYesu,+ okokuba Lo unguNyana kaThixo. IZenzo 13:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Noko ke, bona bahamba besuka ePerga baya kwa-Antiyokwe yasePisidiya yaye, bengena kwindlu yesikhungu+ ngomhla wesabatha, bathabatha isihlalo. IZenzo 14:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ke kaloku eIkoniyo+ bangena kunye kwindlu yesikhungu+ yamaYuda baza bathetha ngokokude inkitha enkulu yamaYuda neyamaGrike+ ibe ngamakholwa. IZenzo 18:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Noko ke, wayenikela intetho kwindlu yesikhungu+ iisabatha zonke, eseyisela amaYuda namaGrike.
20 yaye ngoko nangoko kwizindlu zesikhungu waqalisa ukushumayela ngoYesu,+ okokuba Lo unguNyana kaThixo.
14 Noko ke, bona bahamba besuka ePerga baya kwa-Antiyokwe yasePisidiya yaye, bengena kwindlu yesikhungu+ ngomhla wesabatha, bathabatha isihlalo.
14 Ke kaloku eIkoniyo+ bangena kunye kwindlu yesikhungu+ yamaYuda baza bathetha ngokokude inkitha enkulu yamaYuda neyamaGrike+ ibe ngamakholwa.