Mateyu 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Naphi na apho kungekho bani uningenisayo okanye uwaphulaphulayo amazwi enu, ekuphumeni kwenu kuloo ndlu okanye kweso sixeko vuthululani uthuli ezinyaweni zenu.+ Roma 16:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoku ndiyanibongoza, bazalwana, ukuba nibabeke esweni abo bahlukanisayo+ nabakhubekisayo ngokuchaseneyo nemfundiso+ eniyifundileyo, nize nibaphephe.+
14 Naphi na apho kungekho bani uningenisayo okanye uwaphulaphulayo amazwi enu, ekuphumeni kwenu kuloo ndlu okanye kweso sixeko vuthululani uthuli ezinyaweni zenu.+
17 Ngoku ndiyanibongoza, bazalwana, ukuba nibabeke esweni abo bahlukanisayo+ nabakhubekisayo ngokuchaseneyo nemfundiso+ eniyifundileyo, nize nibaphephe.+