Yobhi 34:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba uya kumvuza+ umntu wasemhlabeni ngokwendlela enza ngayo,Yaye uya kumbangela umntu afikelwe ngokomendo wakhe. INdumiso 62:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwanobubele bothando bobakho, Yehova,+Kuba wena ubuyisela ngamnye ngokomsebenzi wakhe.+ IMizekeliso 24:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ukuba kunokwenzeka uthi: “Khangela! Besingakwazi oku,”+ akayi kuthi na ocikida iintliziyo akuqonde,+ aze yena ogcina umphefumlo wakho azi+ yaye ngokuqinisekileyo abuyisele kumntu wasemhlabeni ngokomsebenzi wakhe?+ Hezekile 18:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “‘Ngoko ke ndiya kunigweba ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ndlu kaSirayeli,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.+ ‘Buyani, ewe, nizibuyise ekunxaxheni kwenu konke,+ kuze kungabikho nto isisikhubekiso enibangela nenze isiphoso.+ Mateyu 16:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuba uNyana womntu umiselwe ukuba eze esebuqaqawulini bukaYise eneengelosi zakhe, abuyekeze ngamnye ngokokuziphatha kwakhe.+ Yohane 5:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 baze baphume, abo benze izinto ezilungileyo beze kuvuko lobomi,+ abo baqhelisele izinto ezimbi kuvuko lomgwebo.+
11 Kuba uya kumvuza+ umntu wasemhlabeni ngokwendlela enza ngayo,Yaye uya kumbangela umntu afikelwe ngokomendo wakhe.
12 Ukuba kunokwenzeka uthi: “Khangela! Besingakwazi oku,”+ akayi kuthi na ocikida iintliziyo akuqonde,+ aze yena ogcina umphefumlo wakho azi+ yaye ngokuqinisekileyo abuyisele kumntu wasemhlabeni ngokomsebenzi wakhe?+
30 “‘Ngoko ke ndiya kunigweba ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ndlu kaSirayeli,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.+ ‘Buyani, ewe, nizibuyise ekunxaxheni kwenu konke,+ kuze kungabikho nto isisikhubekiso enibangela nenze isiphoso.+
27 Kuba uNyana womntu umiselwe ukuba eze esebuqaqawulini bukaYise eneengelosi zakhe, abuyekeze ngamnye ngokokuziphatha kwakhe.+
29 baze baphume, abo benze izinto ezilungileyo beze kuvuko lobomi,+ abo baqhelisele izinto ezimbi kuvuko lomgwebo.+