2 Korinte 4:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko ke asiyeki, kodwa kwanokuba umntu esinguye ngaphandle uya esonakala, ngokuqinisekileyo umntu esinguye ngaphakathi+ wenziwa mtsha kwakhona imihla ngemihla. Efese 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 ukuze ngokobutyebi+ bozuko lwakhe anenze nomelele kumntu eninguye ngaphakathi+ ngamandla omoya wakhe,+ Efese 4:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kodwa mawahlaziyeke amandla engqondo yenu,+
16 Ngoko ke asiyeki, kodwa kwanokuba umntu esinguye ngaphandle uya esonakala, ngokuqinisekileyo umntu esinguye ngaphakathi+ wenziwa mtsha kwakhona imihla ngemihla.
16 ukuze ngokobutyebi+ bozuko lwakhe anenze nomelele kumntu eninguye ngaphakathi+ ngamandla omoya wakhe,+