1 Korinte 9:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 kodwa ndiyawuqoba umzimba wam+ ndize ndiwuphathe njengekhoboka, ukuze, emva kokuba ndishumayele kwabanye, mna ngokwam ndingabi ngongakholekanga+ ngandlel’ ithile. Galati 5:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Abo ke bangabakaKristu Yesu bayibethelele inyama kunye neenkanuko neminqweno yayo.+ Galati 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kuba lowo uhlwayelela eyakhe inyama uya kuvuna ukonakala ngokwasenyameni,+ kodwa lowo uhlwayelela umoya+ uya kuvuna ubomi obungunaphakade ngokwasemoyeni.+ Efese 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 yokuba nifanele nibulahle ubuntu obudala+ obuvisisana nehambo yenu yangaphambili nobonakaliswe+ yiminqweno yabo ekhohlisayo;+ Kolose 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Bhubhisani,+ ke ngoko, amalungu enu omzimba+ asemhlabeni, uhenyuzo, ukungahlambuluki, inkanuko yesini,+ umnqweno owenzakalisayo, nokubawa,+ okulunqulo-zithixo.
27 kodwa ndiyawuqoba umzimba wam+ ndize ndiwuphathe njengekhoboka, ukuze, emva kokuba ndishumayele kwabanye, mna ngokwam ndingabi ngongakholekanga+ ngandlel’ ithile.
8 kuba lowo uhlwayelela eyakhe inyama uya kuvuna ukonakala ngokwasenyameni,+ kodwa lowo uhlwayelela umoya+ uya kuvuna ubomi obungunaphakade ngokwasemoyeni.+
22 yokuba nifanele nibulahle ubuntu obudala+ obuvisisana nehambo yenu yangaphambili nobonakaliswe+ yiminqweno yabo ekhohlisayo;+
5 Bhubhisani,+ ke ngoko, amalungu enu omzimba+ asemhlabeni, uhenyuzo, ukungahlambuluki, inkanuko yesini,+ umnqweno owenzakalisayo, nokubawa,+ okulunqulo-zithixo.