Galati 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngaphezu koko, kuyabonakala ukuba akukho bani uvakaliswa elilungisa+ kuThixo ngawo umthetho, kuba “lowo ulilungisa uya kuphila ngenxa yokholo.”+ Efese 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Eneneni, ngabo obu bubele bungasifanelanga, niye nasindiswa ngokholo;+ yaye oku akubanga ngenxa yenu,+ kusisipho sikaThixo.+
11 Ngaphezu koko, kuyabonakala ukuba akukho bani uvakaliswa elilungisa+ kuThixo ngawo umthetho, kuba “lowo ulilungisa uya kuphila ngenxa yokholo.”+
8 Eneneni, ngabo obu bubele bungasifanelanga, niye nasindiswa ngokholo;+ yaye oku akubanga ngenxa yenu,+ kusisipho sikaThixo.+