2 Korinte 10:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Hayi, asiqhayisi ngemisebenzi yabanye+ ngaphaya kwemida esiyabelweyo, kodwa sinethemba lokuba, lwakukhula ukholo lwenu,+ siya kwenziwa bakhulu phakathi kwenu kummandla wethu.+ Siya kwandula ke siphuphume kwanangakumbi,
15 Hayi, asiqhayisi ngemisebenzi yabanye+ ngaphaya kwemida esiyabelweyo, kodwa sinethemba lokuba, lwakukhula ukholo lwenu,+ siya kwenziwa bakhulu phakathi kwenu kummandla wethu.+ Siya kwandula ke siphuphume kwanangakumbi,