1 Korinte 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Mna ngokukokwam, nangona ndingekho ngomzimba kodwa ndikho ngomoya, ngokuqinisekileyo sele ndimgwebile,+ ngokungathi bendikho, loo mntu wenze oku, Tito 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ebambelele ngokuqinileyo elizwini elithembekileyo njengesiseko sobugcisa bakhe bokufundisa,+ ukuze akwazi ukubongoza ngemfundiso ephilileyo+ nokubohlwaya+ abo baphikisayo. Hebhere 13:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bathobeleni abo bakhokelayo phakathi kwenu+ nize nibalulamele,+ kuba bahlala beyilindile imiphefumlo yenu njengabo baya kuphendula;+ ukuze bakwenze oku ngovuyo kungekhona ngokuncwina, kuba oko kungenza umonakalo kuni.+
3 Mna ngokukokwam, nangona ndingekho ngomzimba kodwa ndikho ngomoya, ngokuqinisekileyo sele ndimgwebile,+ ngokungathi bendikho, loo mntu wenze oku,
9 ebambelele ngokuqinileyo elizwini elithembekileyo njengesiseko sobugcisa bakhe bokufundisa,+ ukuze akwazi ukubongoza ngemfundiso ephilileyo+ nokubohlwaya+ abo baphikisayo.
17 Bathobeleni abo bakhokelayo phakathi kwenu+ nize nibalulamele,+ kuba bahlala beyilindile imiphefumlo yenu njengabo baya kuphendula;+ ukuze bakwenze oku ngovuyo kungekhona ngokuncwina, kuba oko kungenza umonakalo kuni.+