Eksodus 23:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Uze ungenzi mnqophiso kunye nabo okanye noothixo babo.+ Duteronomi 7:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Uze ungendiselani nazo. Intombi yakho uze ungayiniki unyana wakhe, nentombi yakhe uze ungayithabatheli unyana wakho.+ 1 Kumkani 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwathi ngexesha lokuba mdala+ kukaSolomon abafazi bakhe bayenza intliziyo yakhe yatyekela+ ekulandeleni abanye oothixo;+ kwaye intliziyo yakhe ayizange iphelele+ kuYehova uThixo wakhe njengentliziyo kaDavide uyise. 1 Korinte 7:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Umfazi ubotshiwe ebudeni balo lonke ixesha indoda yakhe iphila.+ Kodwa ukuba indoda yakhe ingalala ekufeni, ukhululekile ukuba atshatiselwe kulowo amfunayo, kuphela eNkosini.+
3 Uze ungendiselani nazo. Intombi yakho uze ungayiniki unyana wakhe, nentombi yakhe uze ungayithabatheli unyana wakho.+
4 Kwathi ngexesha lokuba mdala+ kukaSolomon abafazi bakhe bayenza intliziyo yakhe yatyekela+ ekulandeleni abanye oothixo;+ kwaye intliziyo yakhe ayizange iphelele+ kuYehova uThixo wakhe njengentliziyo kaDavide uyise.
39 Umfazi ubotshiwe ebudeni balo lonke ixesha indoda yakhe iphila.+ Kodwa ukuba indoda yakhe ingalala ekufeni, ukhululekile ukuba atshatiselwe kulowo amfunayo, kuphela eNkosini.+